English | Zulu | Xhosa | Sesotho | Setswana
  • Uyango olunamandla olunceda isikhumba esihlutshwa kuk'tsheva ne netshebe
    ekhulela ngaphakathi
  • Ikuninika inkululeko nomehluko
    kungekapheli ne yure eziyi 24.
  • Inebhola ejikelezayo eyenza kubelula ukufika kwindawo ekufane ifike kuzo.
  • Unga yisebenzisa kayi 100.
  • Ibhotile ye-15ml efakwe kuyo yenza ukuba ihlale ixesha elide.
  • Kulula ukuyisebenzisa kwaye kulula nokuhamba nayo xa unohambo, isoloko ilungele ukusebenza.

I-DX SMOOTH BUMP TARGET KULULA UKUYISEBENZISA LANDELA NATSI IMIYALELO:

  • Faka DX Smooth Bump Target kabini ngosuku kwi ndawo enomonakalo
  • Lom'xube ulungele ukusetyenziswa ebusweni nase ntanyeni emva kwenhloko.
  • Yeka ukuyisebenzisa xa amaqhuma sele eyekile ukuvela.
LUMKA: YEKA UKUYISEBENZISA XA INGALUNGI OKANYE XA IVELE YENZA INTO ENGANGQWAMANI NALE NGEFANUBA IYA YENZA.

JONGA UKUBA YENZWE NGANTONI