English | Zulu | Xhosa | Sesotho | Setswana
  • Uyango lwemihla ngemihla luzo cwangcisa ukuphela kwamaqhuma nesikhumba esibi.
  • Lom'xube usebenza phakathi kwiziqu zomzimba.
  • Kukho izinto exutywe ngazo ezenza ikhawuleze ingene esikhumbeni.
  • Kwizinto ezixutyiweyo kuhko nezikhusela isikhumba.
  • Uzokhangeleka ukhanya futhi kuphele namabala amanitsi.

I- DX SMOOTH BUMP SHIELD KULULA UKUYISEBENZISA LANDELA NATSI IMIYALELO:

  • Thambisa kabini ngosuku kwindawo enomonakalo.
  • Yisebenzise mihlale ide ibe sisiqhelo semihla ngemihla ukwezela kuphele nalawo maqhuma abengekaveli.
  • Lom'xube ulungele ukusetyenziswa ebusweni nase ntanyeni emva kwenhloko.
LUMKA: YEKA UKUYISEBENZISA XA INGALUNGI OKANYE XA IVELE YENZA INTO ENGANGQWAMANI NALE NGEFANUBA IYA YENZA.

JONGA UKUBA YENZWE NGANTONI