
DX SMOOTH ZERO HAIR No Shave Hair Remover




- Usebenza ngokukhwuleza ,lona ngumxube osebenza kwi mizuzu emi hlanu kwaye ususa iinwele kwindawo ezingafunekiyo kuzo njengase nhloko, emqolo, esifubeni nase makhwapheni.
- Kulula ukuyisebenzisa lepatyutyu kwaye iyakuvumela ukuba uyithambise kwezo ndawo ezine nwele ezinga funekiyo.
- PInevumba elimnandi kwaye iyeyamadoda.
- Akusekho ukuzi sika, uzitchisa nama qhuma afumaneka xa ucheva nge razor okanye ngomtchini.
- Iziphumo zihlala ixesha elide kuna xa uchevile.
- Iinwele zikhula ngcono futhi zikhangeleka zinhle, ngoku sele uyakwazi ukuhlala ungena nwele ixesha elide.
- Xa uyithambisa, mayibe deki kwaye ilingane. MUSA UKUYI HLIKIHLA. Xa iinwele zinde, ziphungule zibe 2mm ubude.
- Yiyeke isebenze ixeshana eliyimizuzu emihlanu. Sula indawana encinci ngelaphu elufumileyo. Xa iinwele zisuka, susayoke xa ugqibile pula ngamanzi ashushu ne sephu. Xa kudingeka yiyeke ithutyana kodwa linga dluli kwi mizuzu elishumi.
- Valisisa isiciko siqine xa ugqibile.
Lumka: Qala uyisebenzise endaweni encinci, kanjalo ujonga ukuba iyasebenza nyanina kawye landela idlela ekuthiwa yisebenzise ngayo. Linda kuphele iiyure eziyi 24 xa ufuna ukuphinda indawo enye. Musa ukuyisebenzisa ezindaweni ezisikekileyo, ezidumbileyo nalapho isikhumba siphazamisekileyo. Ungayi sebenzi xa uzo khawuleze uhlambe okanye xa ugqiba kuhlamba. Yiyeke xa iphazamisa isikhumba sakho.