Kwi zinto ezinintsi ezixutyiweyo kukho ezibaluleke ngokuqinisekisa ukuba yonke into yenzeka ngokukhawuleza kwaye isisombululo sengxaki ezidibaniselene ne nwele ezikhulela ngaphakathi okanye amaqhuma enziwa yi-razor.
UKUCOCEKA
- SALICYLIC ACID ibulala i-epidermal cells, lento yenza ukuba isikhumba sikwazi ukuphefumla.
NCIPHISA
- NIACINAMIDE ine anti-microbial ephelisa amaqhakuva namathumba.
- LIPACIDES ilawula amafutha eskumbeni iphinde inciphise ukuvela kwamaqhakuva.
- TRICLOSAN iphungula ukungcola kwiziqu zomzimba iphide iphelisa iinwele ezibolayo.
- GLYCERINE iphelisa ukoma nku rhawizelela kwesikhumba.
- SALICYLIC ACID iphelisa ukudumba namaqhuma.
LAWULA
- LIPACIDES ilungisa isikhumba ukwenzela ukuba sibengum-bala onye.
THAMBISA
- ANASENSYL iqinisekisa ukuba sinyamezela ukutsheva kwaye isikhumba sikhangeleka sithambile.
