English | Zulu | Xhosa | Sesotho | Setswana
Emvakoku tsheva okanye ukusika iinwele, ziyaqala futhi zikhule. Lento yenzeka phakathi esikhumbeni ngamanye amaxesha unwele lungena emingxunyeni wolunye unwele olungenananto. Lento ayiqhelekanga emzimbeni yiyoke lonto eyenza ukudumba namaqhakuva anobomvu. animation1



 

Iinwele xa uzitshevile ziye zingakhuli ngendlela, into evele yenzeke unwele luye lunga khuli luphume esikhumbeni luye lukhulele ngaphakathi. . Kwakhona lento ayiqhelekanga emzimbeni yiyoke lonto eyenza umziba wenze into engaqhelekanga, uzibone udumba uvele amqhuma, amaqhakuva kanti namathumba. animation1

 


BUYELA EMVA