English | Zulu | Xhosa | Sesotho | Setswana
lee chem

Yaqlwa ngo 1966, Lee-Chem Laboratories sele enomlando omhle ngukwakh / kwenza izinto zokuzinakekela esele idume ihlabathi lonke. Banembali ngezinto zokususa iinwele, ii-wax, ii-cream nazo zonke ezokuthambisa ngoku i-DX SMOTH yeyonanto yokugqibela abayikhuphileyo ethathe umhlaba nge saquphe.

Baye bachitha elide ithuba bephanda imalike zaphesheya nezapha emzantsi bekhangela amachiza angalungela amadoda anengxaki ne sikhumba sobuso ngexa zokutsheva. Abakwa Lee-Chem bazingca ngoku hamba phambili ngo kwacha amachiza anceda amadoda anegxaki nesikhumba. i-DX SMOOTH BUMP TARGET ne-BUMP SHIELD zivavanywe ngokugqibeleleyo ukuqinisekisa ukuba zombini zisebenza ngokukhawulez kwaye zikunika ukhuseleko olude kwinwele ezikhulela ngaphakathi kanye namaqhuma enziwa kukutsheva nge-razor.

i-DX SMOOTH'S HAIR REMOVAL LOTION yinto yokususa iinwele zamadoda kwaye isebenza kanye ne-DX SMOOTH BUMP TARGET ne-BUMP SHIELD, zonke ziqinisekisa ukuba amadoda afumana ukhuseleko olude kwinwele ezikhulela ngaphakathi kanye namaqhuma enziwa kukutsheva nge-razor.

For more information, visit www.leechem.co.za
12 WALTER PLACE MAYVILLE DURBAN 4091
P.O. BOX 30009 MAYVILLE DURBAN 4058 SOUTH AFRICA
TEL +27 (0)31 209 7351 FAX +27 (0)31 209 4081
EMAIL enquiries@leechem.co.za