uJames Byrne, i-CEO ye nzululwazi zakwa Lee-Chem, ishishini elasobulwa ngo 1966,elishshishini lisenza izinto zenwele nezo kuzicoca. Liphethwe sisigqeba esakha iDX SMOOTH. Phendula lenmibuzo elandelayo ngokuzi coca.
| Q. |
Ingaba amadoda na ahlutshwa zinwele ezikhulela ngaphakathi kunye namaqhuma e-razor ngaphezulu kwabafazi? |
| A. |
Cofa apha
Ewe, isikhumba samadoda sideki nge 20% kwaye siye sibenamafutha.Lento yokuthambisa inceda amadoda ekhangeleka emacha, ikhusela isikhumba iphinde inciphise ukushwabana. Kodwa ke xa iskhumba sisinintsi kuphinde amafutha andibane nokungcolola ne-cells ezifileyo, ival iziqu zesikhumba lento yenza amaqhuma ne nwele ezikhulela ngaphathi esikhumbeni. Gcina i-blades nesikhumba zicocekile kwaye usebenzise i-DX SMOOTH.
|
|
| Q. |
Kufuneka ndilide ixesha elingakanani xa ndifuna ukufaka iBUMP TARGET okanye iBUMP SHIELD? |
| A. |
Cofa apha
Ungayi sebenzisa i-DX SMOOTH xa ugqiba kutsheva okanye uyithambise xa urhawuzelwa na xa ubona amaqhuma evela. Zombini ezintlobo zizokunceda.
|
|
| Q. |
Kuzondi thatha ixesha elingakanani ukuze ndibone iziqhamo ze BUMP TARGET okanye iBUMP SHIELD? |
| A. |
Cofa apha
i- BUMP TARGET isebenza ngokukhawuleza umehluko uwubona zingekapheli iiyure eziyi-24. Kodwa i-BUMP SHIELD yeyoku setyenziswa ixesha elide, ithetha ukuba uzoqhubeleka uyisenzisa ukwenzela isikhumba sakho sigcineke kakuhle kwenzele namaqhuma angaphindi avele.
|
|
| Q. |
Ingaba iBUMP TARGET okanye iBUMP SHIELD zizakukwenza isikhumba sirhawuzelele na? |
| A. |
Cofa apha
i-BUMP SHIELD isetyenziselwa amaxesha amade. Xa uzisebenzisa zombini ne-BUMP TARGET ngeke kubekho ngxaki kwaye i-BUMP TARGET isetyenziswa kwindawo ezonakeleyo kuphela hayi ebusweni bonke. Xa irhawuzelela ngoko nangoko, ezi zimpawu zokuphola.
|
|
| Q. |
Ingaba iBUMP TARGET okanye iBUMP SHIELD ziyatshotshozela xa uzithambisa? |
| A. |
Cofa apha
Xa usebenzisa i-BUMP TARGET, itshotshozele musa ukuxhalaba ngoba ezi zimpawu zokuba iyasebenza.
|
|
| Q. |
Yintoni ukukhuculula kwaye kutheni kufuneka ndiyenze? |
| A. |
Cofa apha
Isikhumba senza ii-cells ezimana zizakha kabutsha. Ukukhuculula kunceda ukususa ii-cells ezifileyo ngoba ezi cells zipakishana ngaphezulu zivale iziqu zomzimba ukuba zinga phefumli. Xa usebenzisa i-BUMP TARGET ne BUMP SHIELD zombini zinezinto ezikukhucululayo zona, kanjalo zikukhusela emaqhakuveni nasemaqhumeni.
|
|
| Q. |
Kutheni kufuneka ndisebenzise iZERO HAIR kunokutsheva okanye umtshini? |
| A. |
Cofa apha
Ungayi sebenzisa na xa uqhiba kutsheva uphinde uyisebenzise xa uziva unengxaki. Isikhumba sakho singa rhawuzelela ethubeni xa sele utshevile. Ungahamba nayo ukwezela ukuba xa kiqala kurhawuzelela uyisebenzise. Zombini ezizinto zikunceda kwisikhumba esinengxaki.
|
|
| Q. |
Kwenzeka ntoni xa ndishiye iZERO HAIR ixesha elide ndingekayisusi? |
| A. |
Cofa apha
Izotshotshozela kancinci kodwa awukho umonakalo engawenza ethubeni.
|
|
| Q. |
Ingabe iZERO HAIR inevumba elibi njenge zinye izinto ezisusa iinwele? |
| A. |
Cofa apha
Hayi, inevumba elimnadi lamadoda elikunika ukuzethemba noku ziva uyincutshe.
|
|