| ISIPIRITHI | UKURHAWUZELELA | EMOTIONAL |
| IINHLUNGU | IBALA LESIKHUMBA |
| UBUDEKI KWESIKHUMBA | UKUTSHEVA |
| UKUSUSWA KWENWELE |
Uyakufuna ukuphumelela, kodwa ukubonakala inesikhumba esinegxaki kuphazamisa idlela oziva ngayo.
Sicele iqela lamadoda ukuba lisebenzise i-DX SMOOTH, siphide sabacela ukuba basibalisele ukuba baziva njani ngayo i-DX SMOOTH kwaye izitchintche kangakanani impilo zabo.
ISIPIRITHI
Bendisebenzisa isipirithi xa bendizikhusela emaqhumeni, kodwa bezinuka kwaye zitchotchozela xa uzuthambisa. Lento yenze isikhumba sam sarhawuzelela. Umhlobo wam uye wandixelela nge DX SMOOTH BUMP SHIELD, ndiye ndayizama. Iyapholisa, akukho hlungu xa uyithambisa ebusweni kwaye inuka kamnandi.
- Samuel Malindi, Sasolburg
phindela phezulu
Isipirithi siyatshotshozela kwaye sinuka kakubi. Ndubulela ukuba ndisebenzisa i- DX SMOOTH envumba elithandwa ngamanenekazi amanitsi futhi ayibuhlungwanga xa uyithambisa.
- Lungani Masuku, Durban
phindela phezulu
UKURHAWUZELELA
Bendiba nenhloni xa bendi zirhawuzelela esidlangalaleni xa bendi gqiba kutsheva. Kodwa i- DX SMOOTH iyapholisa kwaye yenza isikhumba sithambe, akusekho ukutshotshozela noku rhawuzelela, andiyi kholelwa - Dumisani Dangazele, Durban
phindela phezulu
EMOTIONAL
Abahlobo bam balubonile utshintsho kum kwaye bafuna ukwazi imfihlo ngo kuphumelela kwam. Mna ndikholelwa ekukhangeleni ndimhle kwaye xa iziva uphila emoyeni iyaphumelela kuzo zonke into ozenzayo.
- Leonard Standfield, Western Cape
phindela phezulu
IINHLUNGU
Akekho owayendi kholelwa xa ndandibaxelela ukuba amaqhuma okutsheva abuhlungu kanjani. Ngamaye amaxesha intamo yam yayidumba , kwa kunzima noku jika inhloko. Ndaxelelwa nge- DX SMOOTH ngumntu ondichebayo ngoku andikholelwa ukuba yayitshintsha kanjani impilo yam. Ngoku ndiphila ngaphandle kwenhlungu futhi andina xhala xa ndifuna ukuyocheba.
- Jacob Ngcobo, Gauteng
phindela phezulu
IBALA LESIKHUMBA
Isukhumba sam sasinamaqhuma nama bala. Emva kokusebenzisa i-DX SMOOTH BUMP SHIELD isikhumba sinebala elinye kwaye sithambile.
- Johann Jacobs, Johannesburg
phindela phezulu
UBUDEKI KWESIKHUMBA
Sezi nhlanu intsuku ndisebenzisa i- DX SMOOTH kwaye amaqhuma aphelile futhi nesikhumba sam sihle. Isikhumba sam besikade sirhawuzelela kodwa emva kokusebenzisa i- DX SMOOTH andisenayo lengxaki.
- Luyanda Kama, Port Elizabeth
phindela phezulu
UKUTSHEVA
Umsebenzi wam ufuna nditsheve ndicoceke, oko ndasebenzisa i- DX SMOOTH BUMP SHIELD ndiya kwazi ukutsheva ndingaxhali ngamaqhuma azovela futhi. Andi wukholelwa umehluko.
- Themba Maseko, Mpumulanga
phindela phezulu
Ukutsheva bekuyinto ebibuhlungu kwaye ndizisika ndophe. Intombi yam yandithengela i- DX SMOOTH ngoku isikhumba sam sihle kwaye kulula kakhulu ukutsheva, Ndiyabulela DX SMOOTH.
- Sbu Khumalo, Northern Cape
phindela phezulu
UKUSUSWA KWENWELE
Ndiqale kwezinyanga zidlulileyo ukusebenzisa i- DX SMOOTH HAIR REMOVAL LOTION, andisenazo iinwele ezikhula phatsi kwesi khumba. Andiyikholelwa ukuba kulula kanja ukuyisebenzisa kwaye iinwele zikhhula kade. Ngoku ndiyayi xhasa into yokususwa kwenwele.
- Neill Matthews, East London
phindela phezulu
Isikhumba sam sithmbile emva kok'sebenzisa into yokususa iinwele, inevumba elimnadi futhi emvakoko isikhumba sam sicocekile. Intombi yam ithi akasayi lanto irhwexayo kodwa ubona isikhumba sam sisihle kwaye sicocekile.
- Bongani Sifiso, Kokstad