English | Zulu | Xhosa | Sesotho | Setswana
Abachebi badiba ne nwele ezikhulela ngaphakathi kwesikhumba, ngolwazi lwabo bonke bavumelana ngento enye… DX SMOOTH

 
uIsaac Mahlangu wase Crew Cut eKhayelitsha, eKapa, uthi Yiminyaka abathengi bendibuza izinto ezinga visi nge nhlungu xa umntu enamaqhuma e-razor ne nwele Ezikhulela ngaphakathi. Bonke ngoku banempendulo ethi- DX SMOOTH!" " barber1

 
uThabiso Mziza wase Dion's hair Studio eBerea Centre, eThekwini uthi, "emva koku sebenzisa iDX SMOOTH, abathengi bam bakwazile ukutsheva futhi. Yenze ukusebenzisa umachini kungaqheleki, ngoba isikhumba sabo sosulekillle kwaye asisekho Buhlungu okanye zirhawuzelele. Amabala enziwa ngamaqhuma e-razor ne nwele ezikhulela ngaphakathi aphelile. Ngoku uyabona ukuba la madoda anokuzethemba" barber 2
   
uThulani Khumalo wase 2lani Hair Beauty Salon eSoweto uthi " Abachebi kuzo zonke iidolophu bazokuxelela ukuba into efunwa babathengi sisikhumba esithambileyo, ngaphandle kwamaqhuma e-razor ne nwele ezikhulela ngaphakathi. Ngoku sikuxelela nge DX SMOOTH. Sizibonile iziphumo ezingumangaliso, ayingophelasonwabe kodwa isebenza ixesha elide. barber 3