English | Zulu | Xhosa | Sesotho | Setswana
Iingxaki ezinitsi zesikhumba zenziwa yi-Pseudo Folliculitis Barbiae (P.F.B), okanye njengoba siyibiza "Amaqhuma okucheva ne ntshebe ekhula phants kwesi khumba.

  • Lento iqhelekile ku madoda ane nwele eziphotheneyo.

  • Yenza izothe- noku chochozela kwesi khumba, lento ike ibebuhlungu kakhulu.

  • Yenza izothe- noku chochozela kwesi khumba, lento ike ibebuhlungu kakhulu.

  • iqhuma kwelinye ixesha ligqibela liliqhakuva elonyanyekayo.

  • Amaqhuma angalinganiyo enza kube nzima ukucheva nge razor, lento ibuhlungu iphinde yenze umntu ukuba azisike okanye ophe.

  • Kwindawo ezinamaqhuma/ amaqhakuva isikhumba siya rhawuzelela siphinde sibe mnyama okanye bomvu, lento yenza isikhuba sibe namabala amanitsi.

  • Xa isikhumba singanyangwa amqhuma abamakhulu aqine amoshe isikhumba somntu.
OKUNYE