English | Zulu | Xhosa | Sesotho | Setswana
UYAKUTHANDA UKUTSHEVA

Landela lemiqathango emine

  1. Sula isikhumba ngelaphu okanye itawuli elifumileyo.

  2. Sebenzisa i-gel ezokwenza iinwele zithambe.

  3. Tsheva kwelicala intshebe ikulela ngakhona.

  4. Sebenzisa iBUMP TARGET (ungayithambisa kwinndawo ezinomonakalo) okanye iBUMP SHIELD (ungayithambisa kwinndawo yonke oyitshevayo) xa ugqiba kutsheva.

AMACEBO AMPHAMBILI WOKU TSHEVA

  • Xa uhlutshwa zinwele ezikhulela ngaphakathi, unga tshintshanisa usebenzise iBUMP TARGET ekuseni xa ugqiba ukucheva uphinde usebenzise iBUMP SHIELD ebusuku.

  • Xa usahlutshwa zinwele ezikhulela ngaphakathi kanye namaqhuma, musa tshevela ezantsi. Kodwa tshintsha i-razor ibeyile esikakanye.

  • Hlambisisa ubuso ngetawuli eqinileyo xa uzolala, ungeka yithambisi iBUMP SHIELD okanye i-aftershave, lento izonceda ekukhululeni ezonwele zivalelekileyo.

  • Gcina ii-razor ne blades zicocekile kwaye zipule ngamanzi atshisayo.